Thetha Mama by The One Who Sings lyrics and translation


THETHA MAMA


Thetha

Thetha mama

Thetha

Thetha mama

Ndimamele ...thetha Mama

Ndikumamele

Thetha mama

Thetha

Thetha mama

Thetha

Thetha mama

Ndikumamele… thetha mama

Ndicel’usondele kum


Lamadoda

Awavum’

Ukutyhil’ iintliziyo

Amakhwenkw’ ayakhala

Ootata kudala bahamba


Andifuni ukuwa

Kwelo liwa laphakade

Thetha

Thetha tata

Thetha

Thetha … thetha nam

Ndicel’usondele’

...thetha tata

Ndikumamele

Iza kum!


Thetha

Thetha s’thandwa.

Thetha

Thetha nam.

Ndikumamele

Thetha s’thandwa

Ndicel’usondele’

Iza kum


Abafaz’

Abavum’

Ukutyhil’ iintliziyo

Amantomb’ ayakhala

Oomama kudala bahamba


Andifuni ukuwa

Kwelo liwa laphakade

Kwelo liwa laphakade

Kwelo liwa laphakade

THETHA MAMA TRANSLATION

THETHA MAMA = SPEAK MAMA

Speak

Speak mama

Speak

Speak mama

I’m listening… speak mama

I’m listening to you

Speak mama

Speak

Speak mama

Speak

Speak to me

I am listening to you

Speak mama

Please come closer to me?

These men

Don’t want to reveal their hearts

The boys are crying

The fathers have long gone


I don’t want to fall

over that bottomless cliff

Speak

Speak father

Speak

Speak

Speak to me

Please come closer?

… speak father

I am listening to you … come to me?


Speak.

Speak, beloved

Speak

Speak to me.

I am listening to you

Speak, beloved

Please come closer …

Come to me


The women don’t want to turn their hearts

The girls are crying

The mothers have long gone


I don’t want to fall

Over that bottomless cliff

Over that bottomless cliff

Over that bottomless cliff


by The One Who Sings 2020



image credit: Gary van Wyk shot

1 view